Uhosiya 4:6 XHO96

6 Kaloku abantu bam bayatshabalalangenxa yokuswela ulwazi ngam.“Kaloku uyalubukula ulwazi ngam;nawe ke ndiyakukhiqa kububingeleli bam.Wena uwutyeshele umthetho woThixo wakho;andiyi kubakhathalela ke noonyana bakho.

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 4

imbono Uhosiya 4:6 kwimeko