Uhosiya 5:13 XHO96

13 UEfrayim wasibona isifo sakhe,noJuda wazibona iinduma zakhe.Suka uEfrayim wabhenel' eAsiriya,wazibika apho kukumkani uYarebhi;kodwa yena nkqi ukunyanga,soze aziphozise ezo nduma.

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 5

imbono Uhosiya 5:13 kwimeko