Uhosiya 8:13 XHO96

13 Ewe, bona amadini bayandenzela;inyama yona bajika bayitye.*UNdikhoyo ke akanelisekanga ngabo,engabulibalanga nobugwenxa babo.Ewe, yena uza kubohlwaya;baza kuphindela kwaseJiputa.

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 8

imbono Uhosiya 8:13 kwimeko