Uyoshuwa 1:11 XHO96

11 “Tyhutyhani umzi, nixelele amaSirayeli ukuba alungise umphako wendlela, kuba kuza kuhanjwa emva kweentsuku ezintathu, kuwelwe iJordan, kuthinjwe ilizwe enilinikwe *nguNdikhoyo uThixo wenu ukuze libe lelenu.”

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 1

imbono Uyoshuwa 1:11 kwimeko