Uyoshuwa 1:15 XHO96

15 ade awuthimbe umhlaba ongasentshonalanga yeJordan awunikwe nguNdikhoyo uThixo wenu ukuze ube ngowawo aphumle kuwo. Kuya kuthi ke akuba nendawo yokuphumla eyeyawo njengani, nani nibuyele emakhaya kumhlaba ongasempumalanga kweJordan eniwabelwe nguMosis isicaka sikaNdikhoyo.”

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 1

imbono Uyoshuwa 1:15 kwimeko