Uyoshuwa 10:12 XHO96

12 Ngaloo mhla uNdikhoyo amaSirayeli wawoyisela ngawo ama-Amori uYoshuwa wabhekisa kuNdikhoyo phambi kwawo onke amaSirayeli, wathi:“ ‘Langa, yima phezu kweGibheyon.Wena nyanga, yima phezu kwentili iAyalon.’

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:12 kwimeko