Uyoshuwa 10:23 XHO96

23 Wavulwa ke umqolomba, zaza zasiwa kuYoshuwa iikumkani zaseJerusalem, eHebron, eYamuti, eLakishe, nase-Elon.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:23 kwimeko