32 UNdikhoyo wayinikezela iLakishe ezandleni zamaSirayeli, waza uYoshuwa wangena kuyo ngosuku lwesibini. Isixeko nabo bonke abakuso wasitshabalalisa njengoko wênjenjalo eLibhena.
funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10
imbono Uyoshuwa 10:32 kwimeko