Uyoshuwa 10:37 XHO96

37 bayoyisa kwangaloo mini. Babulala ukumkani walapho, nabantu bonke beso sixeko, kwakunye nabeelali ezimelene naso. Wathi masitshatyalaliswe eso sixeko uYoshuwa, kanye njenge-Eglon. Akuzange kusinde mntu apho.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:37 kwimeko