Uyoshuwa 10:39 XHO96

39 bayoyisa, kunye nokumkani wayo, neelali ezimelene nayo. Kwatshatyalaliswa ukumkani naye wonke umntu owayelapho, akwasala namnye. Nalapho wenza kwaesaseLibhena nesaseHebron.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:39 kwimeko