Uyoshuwa 11:10 XHO96

10 Wajika apho uYoshuwa, waya kuthimba iHazore, wayibulala nekumkani yalapho. (Ngaloo mihla iHazore yayisesona sikumkani siyinjinga kwezo zalapho.)

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 11

imbono Uyoshuwa 11:10 kwimeko