Uyoshuwa 11:17-18 XHO96

17-18 Lo mmandla usuka kwintaba iHalaki ngase-Edom ezantsi, wenjenjeya ukuya kutsho eBhali-gadi emantla kuloo ntili yeLebhanon ngaphantsi kwentaba iHermon. UYoshuwa walwa ithuba elide neekumkani zalapha, kodwa ekugqibeleni wazoyisa, wazibulala.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 11

imbono Uyoshuwa 11:17-18 kwimeko