Uyoshuwa 11:8 XHO96

8 Wayinikela ezandleni zabo loo mikhosi uNdikhoyo, bayoyisa, bayisukela ukuya kutsho emantla eMisefoti-mayim naseSidon enkulu, kwaya kutsho entshonalanga kuloo ntili yaseMizpa. Babatyakatya kwada akwabikho namnye useleyo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 11

imbono Uyoshuwa 11:8 kwimeko