Uyoshuwa 13:11 XHO96

11 Lo mmandla wawuquka iGiliyadi, utyhutyhe imimandla yaseGeshure naseMahaka, uthathe yonke intaba iHermon nayo yonke iBhashan ukuya kutsho eSaleka.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 13

imbono Uyoshuwa 13:11 kwimeko