Uyoshuwa 14:13 XHO96

13 UYoshuwa wamsikelela uKalebhi unyana kaJefune, wamabela iHebron yaba lilifa lakhe.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 14

imbono Uyoshuwa 14:13 kwimeko