Uyoshuwa 14:6 XHO96

6 Abantu besizwe sakwaJuda bafika kuYoshuwa eGiligali, uKalebhi unyana kaJefune umKenezi wathi kuYoshuwa: “Uyayazi into eyathethwa kuMosis umfo wakwaThixo *nguNdikhoyo mayela nawe kunye nam eKadeshe-bhaneya.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 14

imbono Uyoshuwa 14:6 kwimeko