Uyoshuwa 15:13 XHO96

13 Inxalenye yommandla wakwaJuda wabelwa uKalebhi unyana kaJefune wesizwe sakwaJuda, ngokomyalelo *kaNdikhoyo kuYoshuwa. Wabelwa iHebron, isixeko sika-Arbha, uyise ka-Anaki.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 15

imbono Uyoshuwa 15:13 kwimeko