Uyoshuwa 15:16 XHO96

16 UKalebhi wathi: “Intombi yam uAkesa ndoyendisela kumntu oya kuze ayihlasele ayithimbe iKiriyati-sefere.”

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 15

imbono Uyoshuwa 15:16 kwimeko