60 Kwakukho neKiriyati-bhali (okanye iKiriyati-yarim) kunye neRabha: izixeko ezibini neelali ezizingqongileyo.
61 Entlango kwakukho iBhete-arabha, iMidin, iSekaka,
62 iNibheshan, isiXeko seTyuwa, kunye ne-Engedi: zazizithandathu kunye neelali ezizingqongileyo.
63 Kodwa ke kambe amaJuda akazanga aba nako ukuwagxotha amaJebhusi awayemi eJerusalem. Asahlala apho nangoku kunye noonyana bakaJuda.