Uyoshuwa 16:10 XHO96

10 Abazange bawagxothe amaKanana awayemi eGezere. Ahlala ke namaEfrayim kwada kwakaloku amaKanana, kodwa ênza umsebenzi ngokunyanzelwa.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 16

imbono Uyoshuwa 16:10 kwimeko