Uyoshuwa 17:6 XHO96

6 kungenxa yokuba abazukulwana bakaManase abaziintombi nabangamadoda babelwa umhlaba. Umhlaba waseGiliyadi wona wabelwa enye inxalenye yabazukulwana bakaManase.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 17

imbono Uyoshuwa 17:6 kwimeko