10 UYoshuwa wenza amaqashiso phambi koNdikhoyo, waza ke wazabela izizwe zakwaSirayeli ebezingekabi namhlaba iziqwenga zomhlaba, ewaba ngokwezindlu zazo.
funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 18
imbono Uyoshuwa 18:10 kwimeko