14 Athi loo madoda: “Ubomi bethu sibuthenga ngobenu. Ukuba wena akuyithethanga mntwini le nto sihambele yona apha kweli lizwe, siyathembisa ukuba sonenzela inceba xa uNdikhoyo esinikezela lo mhlaba.”
funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 2
imbono Uyoshuwa 2:14 kwimeko