Uyoshuwa 2:4-6 XHO96

4-6 URahabhi waphendula wathi: “Ewe, ebekho amadoda ebefikile apha kwam, phofu andiwazi ukuba abe evela phi na. Kambe ke ahambe ukutshona kwelanga, kungekavalwa namasango edolophu le. Andikhange ndibuze apho aya khona, kodwa ukuba niyawasukela ningawafumana.” (Ethetha le nto nje uRahabhi ezo ntlola wayezifihle phezu kwendlu, zingaphantsi komqhaphu owawubekwe apho.)

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 2

imbono Uyoshuwa 2:4-6 kwimeko