Uyoshuwa 22:17 XHO96

17 Khange bube sisifundo na ubugwenxa obenzeke ePehore Kaloku uNdikhoyo wabetha ibandla xa lilonke ngobhubhani. Ngaba unanamhla anikahlanjululwa na kobo bugwenxa,

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 22

imbono Uyoshuwa 22:17 kwimeko