Uyoshuwa 22:22 XHO96

22 “Oyena unguThixo nguNdikhoyo! Ewe, oyena unguThixo nguye uNdikhoyo! Nguye owaziyo ukuba sikwenzeleni na oku, yaye nani sifuna nazi. Ukuba oku sikwenze ngokungathembeki kuNdikhoyo, okanye ngokumvukela, masingasindi ekufeni namhlanje.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 22

imbono Uyoshuwa 22:22 kwimeko