Uyoshuwa 22:32 XHO96

32 UPineyasi ke neentloko zamaSirayeli bemka kwaRubhen nakwaGadi eGiliyadi, babuyela eKanana, baya kwenza ingxelo kumaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 22

imbono Uyoshuwa 22:32 kwimeko