Uyoshuwa 23:4 XHO96

4 Khumbulani ukuba isizwe ngasinye kuni ndisabele umhlaba waso kumhlaba weentlanga endizitshabalalisileyo, kwanezo zisaseleyo phakathi kweJordan nolwandle ngasentshonalanga.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 23

imbono Uyoshuwa 23:4 kwimeko