Uyoshuwa 23:7 XHO96

7 Nize ningazibandakanyi naba bantu basaseleyo apha, ningabizi namagama *oothixo babo, okanye nisebenzise amagama oothixo babo xa nifunga, ningabanquli abo thixo nikhahlele kubo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 23

imbono Uyoshuwa 23:7 kwimeko