Uyoshuwa 24:11 XHO96

11 Nawela iJordan, naya eJeriko. Abemi balapho balwa nani, njengoko enjenjalo ama-Amori, namaPerezi, namaKanana, amaHiti, amaGirgashi, amaHivi, namaJebhusi, kodwa ndabanikela ezandleni zenu.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 24

imbono Uyoshuwa 24:11 kwimeko