17 NguNdikhoyo uThixo wethu owasikhulula thina nookhokho eJiputa ebukhobokeni. Siyayazi imiqondiso emikhulu awayenzayo. Wasilondoloza konke apho sihamba khona, wasikhusela xa besicanda phakathi kweentlanga.
funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 24
imbono Uyoshuwa 24:17 kwimeko