Uyoshuwa 24:32 XHO96

32 Amathambo kaJosefu awayeze nawo eJiputa amaSirayeli, awangcwaba kumhlaba owathengwa nguYakobi eShekem koonyana bakaHamore uyise kaShekem ngekhulu leesiliva. Lo mhlaba waba lilifa lenzala kaJosefu.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 24

imbono Uyoshuwa 24:32 kwimeko