Uyoshuwa 24:8 XHO96

8 Ndaza mna ndanizisa kumhlaba wama-Amori awayemi ngasempumalanga yeJordan. Alwa nani, kodwa mna ndawanikela ezandleni zenu. Nawuthatha umhlaba wawo, ndakuba mna ndiwatshabalalisile.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 24

imbono Uyoshuwa 24:8 kwimeko