Uyoshuwa 3:4 XHO96

4 Kaloku niza kuhamba ngendlela eningazange niyihambe ngaphambili; kuya kufuneka ke nilandele ababingeleli. Kodwa kufuneka ningasondeli kwityesi yomnqophiso. Ze kubekho umgama omalunga nekhilomitha enye phakathi kwayo nani.”

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 3

imbono Uyoshuwa 3:4 kwimeko