Uyoshuwa 4:10 XHO96

10 Ababingeleli bema njalo emlanjeni iJordan kwada kwagqitywa yonke into ekwakuthiwe kuYoshuwa mayenziwe ngabantu. Zizinto ezaziyalelwe nguMosis zonke ezo.Abantu bakhawuleza ukuwela umlambo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 4

imbono Uyoshuwa 4:10 kwimeko