Uyoshuwa 4:8 XHO96

8 AmaSirayeli enza ngokomyalelo kaYoshuwa. Awakhetha amatye alishumi elinambini emlanjeni iJordan ngokomlomo kaNdikhoyo kuYoshuwa, lalinye kwisizwe ngasinye, awasa kulaa ndawo kwakuza kukhululwa kuyo ngaloo mhla.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 4

imbono Uyoshuwa 4:8 kwimeko