Uyoshuwa 5:1 XHO96

1 Zonke iikumkani zama-Amori ngasentshonalanga kweJordan, nazo zonke ezamaKanana ezigudle ulwandle, zeva ngesiganeko esenziwa nguNdikhoyo sokomisa iJordan ada awela onke amaSirayeli. Zankwantya, zaphelelwa ngamandla ngenxa yamaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 5

imbono Uyoshuwa 5:1 kwimeko