Uyoshuwa 5:14 XHO96

14 “Nakanye, ndikho nje mna ndiyingqwayi-ngqwayi yomkhosi *kaNdikhoyo,” utshilo lo mfo.Wazikhahlela phantsi uYoshuwa, wathi: “Mhlekazi, mna ke ndisisicaka sakho; ufuna ndenze ntoni?”

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 5

imbono Uyoshuwa 5:14 kwimeko