Uyoshuwa 5:7 XHO96

7 Oonyana uNdikhoyo awabakhulisa endaweni yooyise ngabo aba awabalusayo ngoku uYoshuwa, kuba kaloku babengazange boluka.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 5

imbono Uyoshuwa 5:7 kwimeko