Uyoshuwa 6:1 XHO96

1 Amasango eJeriko ayevalwe mba ukuze amaSirayeli angabi nako ukungena. Kwakungekho mntu uphumayo nongenayo kweso sixeko.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 6

imbono Uyoshuwa 6:1 kwimeko