Uyoshuwa 6:21 XHO96

21 Asenza umnikelo kuNdikhoyo isixeko, afaka ikrele umntu wonke, abulala amadoda nabafazi, abatsha nabadala. Abulala iinkomo, iigusha, kunye needonki.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 6

imbono Uyoshuwa 6:21 kwimeko