Uyoshuwa 7:1 XHO96

1 Akazange athembeke amaSirayeli kumyalelo *kaNdikhoyo wokuba angathathi nto kufuneka itshatyalalisiwe eJeriko. Umfo owawudelayo loo myalelo nguAkana, unyana kaKarmi, umzukulwana kaZabhedi wakwaZera wesizwe sakwaJuda. Loo nto yawuvuthisa umsindo kaNdikhoyo ngakumaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:1 kwimeko