Uyoshuwa 7:11 XHO96

11 AmaSirayeli enze isono! Awaphule umnqophiso wam, awugqitha umyalelo ebendiwanike wona, athatha ezinye izinto kwebekufuneka zitshatyalaliswe mpela. Azibile, aza axoka nokuxoka, azifihla phakathi kwezinto zawo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:11 kwimeko