Uyoshuwa 7:15 XHO96

15 Loo ndoda ke yalathiweyo kwaza kwafunyanwa kuyo ezo zinto kufuneka zitshatyalalisiwe, yotshiswa kunye nako konke okukokwayo. Kaloku iwaphule umnqophiso kaNdikhoyo, yenza ubuyatha kwaSirayeli.”

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:15 kwimeko