Uyoshuwa 8:14 XHO96

14 Akabanga saphozisa maseko ukumkani waseAyi akuwubona ekuseni umkhosi kaYoshuwa. Wesuka kwangoko, wawuhlangabeza kunye namadoda akhe kuloo ntili ikhangelene nentlango, engaqondi phofu ukuba kukho amadoda alaleleyo ngaphaya kwesixeko.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:14 kwimeko