Uyoshuwa 8:20 XHO96

20 Athe akubheka amadoda aseAyi abona kufunquza intshinyela yomsi ngasesibhakabhakeni. Akazange abe nakubalekela ndawo, kuba amaSirayeli awayezenza ngathi ayabaleka ajika angena kuwo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:20 kwimeko