Uyoshuwa 8:22 XHO96

22 AmaSirayeli awayethimbe isixeko afika aza kunceda edabini. Aba ke amadoda aseAyi angqingwe macal' onke ngamaSirayeli, abulawa onke. Akubangakho mntu usindayo, kungazange kuphuncule bani,

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:22 kwimeko