Uyoshuwa 8:31 XHO96

31 elenze njengoko uMosis, isicaka sikaNdikhoyo, wayeyalele. Walenza ngamatye angaqingqwanga, ngokomyalelo osencwadini yomthetho kaMosis. Kwelo qonga kwakusenziwa amadini atshiswayo kunye nawobudlelane.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:31 kwimeko