15 NoYoshuwa ke wasivuma isicelo sawo soxolo, wanqophisana nawo ngelithi akayi kubulawa. Zafunga iinkokheli zebandla lamaSirayeli, zathi loo mnqophiso aziyi kuwutyeshela.
funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 9
imbono Uyoshuwa 9:15 kwimeko