Uyoshuwa 9:18 XHO96

18 Kambe ke amaSirayeli akazange ababulale aba bantu, kuba kaloku iinkokheli zebandla lawo zazibenzele isifungo ngegama likaNdikhoyo uThixo kaSirayeli. Lonke ibandla lakwaSirayeli lazikhalazela iinkokheli,

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 9

imbono Uyoshuwa 9:18 kwimeko